South Africa Songs

Lyrics – Nzulu Yemfihlakalo by MARAH LOUW – Mp3

Lyrics - Nzulu Yemfihlakalo

Lyrics – Nzulu Yemfihlakalo, Nzulu yesimanga, Ezalise umhlaba nesibhakabhaka, Lenzulu yesimanga, ngoka Thixo unyana, Oweza ebantwini ngokubasindisa, Wabona uluntu lonke luwe esonweni, Imiphefumlo yonke ihleli elishweni, Wasikwa yimfesane engummangaliso, Wathabathela kuye lonke ihlazo labo, Kwaba ngummangaliso ukuzalwa kwakhe, Waphila wafundisa ngokuncamisayo, Waba ngummangaliso umnqamlezo wakhe, Wafa woyisa ukufa kwaba sisimanga. Mp3 Download

Lyrics – Nzulu Yemfihlakalo by MARAH LOUW (The Mystery Of God)

Nzulu yemfihlakalo,
Nzulu yesimanga
Ezalise umhlaba nesibhakabhaka
Lenzulu yesimanga ngoka Thixo unyana
Oweza ebantwini ngokubasindisa
Wabona uluntu lonke luwe esonweni
Imiphefumlo yonke ihleli elishweni
Wasikwa yimfesane engummangaliso
Wathabathela kuye lonke ihlazo labo
Kwaba ngummangaliso ukuzalwa kwakhe
Waphila wafundisa ngokuncamisayo
Waba ngummangaliso umnqamlezo wakhe
Wafa woyisa ukufa kwaba sisimanga

Hayi obo bunzulu boluthando lwakhe
Nalo msebenzi wakhe ongummangaliso
Abakholwayo namhla abanakugwetywa
Ma udunyiswe Nkosi kuse ephakadeni
Hayi jum jum hayi jum jum
He jum jum hayi jum jum hayi hayi hayi
Helele jum jum iyelele jum jum
Helele jum jum heiye
He jum jum he jum jum
Abakholwayo loluthando
Nalo msebenzi wakho ongenakuqondwa

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *